Umba u malunga ne rent mhlekazi wam..

Thabo sent a message to Mbuyiseni Quintin Ndlozi.

To
Mbuyiseni Quintin Ndlozi
From
Thabo
Subject
Umba u malunga ne rent mhlekazi wam..
Date
April 17, 2020, 11:07 a.m.
Molo mnumzana/ Dr Ndlozi.

Sinenxaki ye rent, kwaye Kuba sivalelekile kule lock down, besikwazi ukuyi bhatala,
Asifundi ngoku!...
Asiphamgeli!....

Ncela ubuza ungakwazi usinceda kulomba?
Ndiyayaz I ukuba ayilula lento ndiyicelayo kodwa sixakekile okwangoku Dr ndlozi..

Future replies will be published here.