- To
-
Gwede Mantashe
- From
-
Mkhululi
- Subject
- Need helpl
- Date
- Oct. 26, 2021, 1:57 p.m.
Tata uMantahe
Ndingu Mkhululi apha eMonti tata, ndingu Security Gaurd.ndibhala lencwadi ndise ntlungwini enkulu .tata kwindawo esihlala kuyo apha eEast London ayikho Right tu kwaphela. Umzekelo asinazi toilet thina kule yethu zonakala kwiminyaka emibini eyadlulayo.
Tata mna ndihlala ne Family of 7 yabantu ku1room kuquka nomzali wethu uMama ukutsho.yonke into siyenzela apha,siyahlala,siyaphekela ,siyahlambela,siyalala nolala kwalapha yonke nje into siyenzela apha, kubenzima ebusuku ufuna ukuya etoilet kunyanzeleke usebenzise iBucket apha phambi kwababantu ukunye naye apha kulo 1room banyamezele lo meko de kuse phandle ngenye imini ibengimnye ,kubenzima kakhulu xa kunetha imvula sidada kuloo manzi singathandi ke phofo.
Silucelile uncedo ezindaweni,Ku Councillor,kuPrimier kodwa lutho kwa Human Settlement,Municipality konke nje bathembisa sakugqiba babaleke cwaka.ndacela ke ngoku tata usizamele okanye usithengele kudala sicela or usicelele koosoMashishini basincede sitsala nzima kakhulu
Siyacela ...sicela uncedo pls
Future replies will be published here.